UPHANDO NGOLWANELISEKO LWABATHENGI KUMASIPALA WASE STELLENBOSCH

.

Uvavanyo lokwaneliseka kwabathengi sisixhobo esisetyenziswa ngu masipala wase Stellenbosch sokubeka iliso rhoqo , ukuphucula nokuvavanya obonelelo lweenkonzo kubahlali bakhe / bengingqi eku Masipala (WC024).
1.Uhlala kweyiphi I ward / inginqi ku Masipala wase Stellenbosch (WC024)?
2.Uyazifumana iinkonzo ezingundoqo ?
3.Bonakalisa ukwaneliseka kwakho ngohambiswa kwezi nkonzo zingundoqo?
4.Uyayifuna incwadi yakho yetyala lakwa Masipala rhoqo ngenyanga?
5.Uyazifumana izasiso ngokuphazamiseka kweenkonzo zakwa masipala?
6.Izakhiwo zo Masipala ozindwendwelayo ziyafikeleleka , zilungiselelwe abantu abadala nabakhubazekileyo?
7.Umbeka kweliphi inqanaba uMasipala malunga nohanjiswa kwezikhalazo nemibuzo malunga namatyala (accounts)?
8.Ithini intembeko yakoh kulawulo lwalo Masipala ukhoyo ngokumalunga nolawulo olululo?
9.Veza/ bonisa ukwaneliseka kwakho ngeenkonzo zakwa masipala?
10.Wake waya kwisicwangciso sophuhliso esidibeneyo/ kwintlanganiso lohlahlo lwabiwo (Budget) mali ka Masipala kwezinyanga ziyi 18 zigqithileyo?